Royal News

We Rise By Lifting Others Up

17 January 2021

MESSAGE OF ENCOURAGEMENT FOR The Royal House of Jamangile ka Mabandla

Mandibulise ku Mtan’gazi Ah Zwelothando na MaBhele ngokubanzi, ngegama le Nkosi yethu Yesu Kristu.

Mhlekazi ndithe mandithabathe nje elithutyana, ndithi nam, sada sifika ekupheleni kwalo nyaka ubunzima kangaka, unezinto zawo. Kaloku awuzange ukhe ubekho onje ngalo unyaka.
Sibona kuvalwa izikolo, kuvalwa imisebenzi, kuvalwa ii nkonzo, kwema ilizwe lonke ngxish.

Zimka izihlobo zethu sijongile, zemka ii nkokheli zelizwe sibukele. Kodwa kuyo yonke lonto, sisathi,
Kubo bonke oo Thixo asimbonanga, akasoze abekho onje ngo Thixo wethu.

Yes! We can speak like King David in the book of Psalm 30 verse 5,
For his anger lasts for a moment, but his favour lasts for a lifetime.
Weeping may last for a night, but rejoicing comes in the morning. Nangoku sinethemba siza kuthuthuzelwa yi Nkosi.

Ndivumeleni ke MaBhele ndithi, uThixo uhambe nathi kwada kwabalapha. Nangoku, alikho eliny’ithemba ngaphandle kwakho Moy’ongcwele.

Okwethu masibambane nge zandla once more, siwelele ku 2021 sikunye, siqiniaekile ukuba u Yehova uThixo wethu unathi engu Emanyuweli.

Ngokuka Zekhariya 4 verses 4 -6, akunga bukroti bethu akunga mandla wethu kungo moya kaYehova we mikhosi.

Ndinqwenelela isizwe sa MaBhele siphela unyaka ontsha ozele yimpumelelo, yimpilo entle, uthando noxolo olugqitha konke ukuqonda.

Owenu Enkosini
Nzimane Jita
Chaplain Mabandla Royal family


10 December 2020

CONGRATULATIONS

Congratulations to Dr Nikelo Mabandla for opening his private Radiology practice in Queenstown.
MBChB ( UCT) Mmed Rad D( Wits) FC Rad Diag( SA) MBA( Wits) MP 054 9606

Specialist Radiologist Pr 038 000 0758 418

Contact Nobulele Maqhiza or Raylene Draai

X Ray Department
Life Queenstown Private Hospital
Cnr Ebden
Queenstown
Tel: (045) 838 2584


December 2020

CONGRATULATIONS

Congratulations to Princess Abulele Mabandla for opening  PlattersByAbu

She can be contacted at

PlattersByAbu! 👑
35 Beaumont Road
King Williams Town
5601

0792922319/0646845950
Mhintsi@Gmail.com


December 2020

CONGRATULATIONS

Congratulations to Nanette Mabandla for becoming an intern agent at Remax Border

Unit A Firs Floor
14 Quenera Dr
Beacon Bay North
East London
043 748 5847

nanette@remaxborder.co.za 
www.remaxborder.co.za


Contact the Royal Office

9 + 4 =